ISEBE LEZEMFUNDO LASEMPUMA KOLONI
IINKQUBO
IINKQUBO
IThala leeNkqubo
IILINKI EZIKHAWULEZAYO
ABAFUNDI
OOTITSHALA
ABAZALI
EZOSHISHINO
Ekhaya > IINKQUBO > IThala leeNkqubo > IziThuthi zabaFundi
IziThuthi zabaFundi
IziThuthi zabaFundi
INkqubo yoLawulo lweziKolo yoMzantsi Afrika (SA-SAMS) ivumela uyilo lweendlela zeNkqubo yeziThuthi eziziiBhasi. Zonke izikolo ezithatha inxaxheba kule nkqubo kufuneka zisebenzise i-SA-SAMS ukuyila iindlela kunye nokuchonga abafundi abazifaneleyo.